Русские видео

Сейчас в тренде

Иностранные видео


Скачать с ютуб Bulelani kuYehova (Hymm 11 Xhosa) | YMG Revival | Pretoria West Society в хорошем качестве

Bulelani kuYehova (Hymm 11 Xhosa) | YMG Revival | Pretoria West Society 10 дней назад


Если кнопки скачивания не загрузились НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу страницы.
Спасибо за использование сервиса savevideohd.ru



Bulelani kuYehova (Hymm 11 Xhosa) | YMG Revival | Pretoria West Society

Hymm 11 Xhosa Bulelani kuYehova, Kuba elungile; Kuba ububele baKhe Bubobaphakade. M' atsho amaSirayeli, Iindlu zawo zonke, Athi, ububele bakhe Bubobaphakade. Ndamemeza kuYehova, Ndandisengxingw­eni; Wandinceda wandibeka Endawen' ebanzi. Ingecala lam inKosi, Andisokoyika; Ingasuka ithi ni na Le nto umntu kumi? Ingecala lam inKosi, Iya kundinceda; Indincede ngokumnandi Kwabandithiyayo­. Ukuthemba uYehova, Nokuphepha ngaYe, Kuko okulungileyo; Kungathenjwa bantu. Ma ndisinde ngaWe nKosi Undisikelele! Ma ndiphumle ngaWe nKosi Undithamsanqele­. Amen

Comments